Imiphanda Ichithwa Ngabamelwane
-
- CHF 3.50
-
- CHF 3.50
Beschreibung des Verlags
Lo ngumdlalwana ongomfazi ogama lingu-Nozigigaba oxolele ukwenza nantoni ukufumana ubutyebi bomnakwabo ogama lakhe linguLungile. Yinto ke le eseyithande ukuxhaphaka eyokuba abantu bafune ukutya ukubila kwebunzi labanye abantu. Umbhali ulibhale ngesiXhosa esimnandi nesinobu- rharha eli bali elibalisa ngobuchule obunga-thethekiyo obugcina lowo ulifundayo enomdla ukuba kuza kwenzeka ntoni na de aye kufika ekugqibeleni. Zivele indlela esetyenziswa ngulo mfazi ukufumana obu butyebi kwaku-nye nendlela athi abudyiwaza ngayo kuba kaloku into umntu angayisebenzelanga aka-kwazi kuyisebenzisa. Zivele ukuba kude kwenzeke ntoni na ekugqibeleni.