Qula Kwedini Kabawo
-
- CHF 2.00
-
- CHF 2.00
Beschreibung des Verlags
UQula kwedini kabawo, yincwadi yamabali amafutshane esiXhosa abhalwe ngu M. Mlilo. Amanye kula mabali amalunga nokuziphatha kolutsha kanti amanye achaphazela i-HIV AIDS. Ulwimi nendlela le ncwadi ibhalwe ngayo lwenza abafundi babe nomdla kulwimi lwesiXhosa. Iziganeko umbhali azibaluleyo kula mabali zitsha zaye zisaqaqambile ezingqondweni zethu. Nantso ke bafundi yeyenu!