Ilifa Yingcambu Yesono
-
- 3,49 €
-
- 3,49 €
Publisher Description
Kule drama sityhila ubunzima athi amakhosi akwantu ahlangabezane nabo ebomini ukuze abe afikelela kwinqanaba lobukhosi ebomini. Obubunzima kuquka amasela obomi, ndithetha ngotshaba njengokuba simbona uFane ufunwa ngamaxhalanga obomi esesesiswini kunina. Uthi ezalwa kube sele kubaliwe ngaye, simbona ekhulela kwidolophu yase Mthatha kuba abazali bakhe beneenjongo zokusindisa ubomi bakhe. Mawethu ubaleka nobomi bakhe ade ayofikela kwelaseKapa , kulapho afumana khona ukuphumla de kufike ilixa lakhe. Kule drama sikwatyhila amandla nokubaluleka kweminyanya kaloku uFana uzaliswa kumahlathi asejojosi nguMama ongasekhoyo wakwaKhiwa , buthi ubomi buqhubeke .UMdodana abe ngomnye amkhuselayo njengaGqirha elisetyenziswa yiminyanya. Sikwabonakalisa amandla enkolo yobuKrestu , ethi siyibone kuNomelikhaya . uFana ngomnye umlinganiswa onokholo nethemba ngevangeli ,oku sikuva kwintshumayelo yakhe apho athi evangela abe eprofeta ngomhlaba wakhe.