Isikhokelo Esisebenzisekayo Solawulo Olufanelekileyo
-
- 2,99 €
-
- 2,99 €
Description de l’éditeur
Le ncwadana iqulethe ulwazi malunga nolawulo. Oku kuquka ukuchaza ukuba yintoni ulawulo, yintoni umlawuli (manager) nokuba ngawaphi amanqanaba okulawula. Ikwachaza ngokubanzi imisebenzi yolawulo, kuquka ukucwangcisa (Planning), ukulungelelanisa (Organizing), ukukhokela (Leading) nokuthelekisa (Controlling). Yongeza nangokuchaza izinto ezimelwe ukwenziwa ngumaneja ukuze akwazi ukuqinisekisa ukuba umbutho (organisation) alawula kuwo uyenza ngokufanelekileyo imisebenzi yolawulo.