Masiphakameni Bafazi
-
- 4,49 €
-
- 4,49 €
Publisher Description
Le yincwadi yomdlalo, esonokusetyenziswa njengomdlalo weqonga. Iqulathe imeko yokuphathwa gadalala nokudlakatheliswa kwamanina ngabantu basebuhlanti, akunkwenkwe, akumfana, akuqina, akuxhego, kuyafana nje.
Amanina emi ngeenyawo esiza namacebo aqulunqwe ngawo ukunqanda esi sihelegu sempathombi yawo. Ade afika nakwinqanaba lokuwasebenzisa la macebo. Oko kudale ukuphela kokuphathwa gadalala kwamanina kule ngingqi lisungulwe kuyo eli phulo.