Awam Ngqo! Awam Ngqo!

Awam Ngqo‪!‬

    • ¥410
    • ¥410

発行者による作品情報

Ingaba abantu ababini abaza kutshata bayazi na ukuba kufuneka imvisiswano yabo iyinto ehamba njani nesekwe phezu kwamigaqo mini na? Khona, ingaba isekho nje into esisisulu? USipho yena uthi uza kulandela igama lakhe kwaye imnandi kunene ke le nto kuba isibonisa into yokuba abantwana abazizidalwa bangazizipho ezikhulu, izipho abazali abazinikwe nguMdali. Ingaba siyazi na ukuba abantwana anaziinkedama bona bacinga njani na ngabazali babo abangasekhoyo?

Mandingafinci, mfundi, ngena ngaphakathi kule ncwadi nawe uzirhabulele kula mabalana abhalelwe ukuphuhlisa ezi ngongoma nokunye yaye evula ingqondo. Rhabula, mhlawumbi ungaqubisana nalo nokuba linye elinga libaliselwa wena lo okanye libaliswa nguwe ngqo!

USindiwe Magona ube engumsebenzi kwi Manyano yezizwe (United Nations) iminyaka engama-25. Uthe akuba enikwe umhlala phantsi wakhetha ukubuyela kweli loMzantsi - Afrika. Ngumbhali weendidi zeencwadi eziquka amabali amafutshane., amavo, idrama, imibonggo, inoveli ethi "Mother to Mother" kunye noninzi lwezinye lincwadana Lo kaMagona ubhala ngeelwimi ezimbini, isiXhosa kunye nesiNgesi.

ジャンル
小説/文学
発売日
2017年
9月18日
言語
XH
コサ語
ページ数
56
ページ
発行者
Via Afrika
販売元
Draft2Digital, LLC
サイズ
319.4
KB
Mother to Mother Mother to Mother
2000年
Mère à Mère Mère à Mère
2019年
Vukani! Vukani!
2017年
Mother to Mother Mother to Mother
2000年
Push Push Push Push
2001年