Amasiko nezithethe zamaHlubi Amasiko nezithethe zamaHlubi

Amasiko nezithethe zamaHlubi

    • $5.99
    • $5.99

Publisher Description

Abantu abaliqela abayibambi kakuhle intsingiselo yesiko. Bambi bade bacing' ukuba izinto ezenza isiko (cultural elements) bubuqu besiko. Le ncwadi inika ulwazi oluthe vetshe lokuba liyini na isiko, zintoni ezenza isiko kwaye yintoni amabakala esiko. Inika imizekelo, ibuye isekele loo mizekelo kumasiko ambalwa esizwe samaHlubi nokuba afuthelwe njani ngawezinye izizwe ngakumbi amaNgesi.

GENRE
History
RELEASED
2020
20 May
LANGUAGE
XH
Xhosa
LENGTH
250
Pages
PUBLISHER
Monwabisi Mgulwa
SELLER
Draft2Digital, LLC
SIZE
1.2
MB

More Books by Monwabisi Mgulwa

Masiphakameni Bafazi Masiphakameni Bafazi
2023
Practical Guide of Effective Management Practical Guide of Effective Management
2022
Izibong'o Nezibongh'elo ZesiHlubi Izibong'o Nezibongh'elo ZesiHlubi
2021
Isikhokelo Esisebenzisekayo Solawulo Olufanelekileyo Isikhokelo Esisebenzisekayo Solawulo Olufanelekileyo
2021
Umongo womphefumlo Umongo womphefumlo
2020
AmaHlubi Culture and Customs (A Critiqué) AmaHlubi Culture and Customs (A Critiqué)
2020